...

14 views

uma fat wam ndiyachiselwa ndiyazibongela ndiyakuthanda ndikubawela nobakanjani
waka wamthanda unmtu hayi ngoba amuhle ,anesindima nesithozele,aza kahle ngokumila ngathi kuno doll hayi MacDonald ahamba nesimanjemanje microwave sama 2000 intombi azihamba namabhoza' waka wayiphoxa i crush yakho asidlangalalweni uthi sorry nana' okanye bhutiza sendi right phumakimi 'sendiku khethile khethiwe hayi njenge cattle, okanye cargos ndiku khetshile jenge fish' catfish ndithi nase market awutholakali jenge stocko sika jonh 'ngoba ndimi isiqanda mathe asacula ingoma ayandicamisayo jengo kiss obetha jengo air fresh like aquafresh nditsho nomakhelwane uyachiselwa ngoba wenza kakhulu ' waka wayifumana into yokugalalelwa love potion kanaphakande nditsho lena u Adam no Eve ababeyibambile jengo bambolwam 'intambo lwam hayi alika khetaki' nditsho ali lika Romeo and Juliet lona livutha umlilo owe_big nazz' nditsho abacish'mlilo bayahluleka ukuwucish ngoba oluthando lungu Rambo; van dam' Steve segal izi starring azinga drive but aziziqwela zonke izilingo ' ndiyafuna nam musa ukundish' ngoba izinto zam ndizifihlile jenge tonga yomquba ngoba ndikhusela azethu izinto jenge bulletproof ngoba utshaba luyadubula nge rabha bullets ' ndithi sinam nam sam bayasirhalela ngathi singu msi_smoke senyama ayojiwayo ebengweni kamama uyandichaza ngathi u charme oben10 ' basigxanelwe jenge shorty okanye whisky ka barman ' bande basi photo ngathi sikwi magazines zika bonang komabonakunde ngoba vele besibonakunde ukuba thina siyafanelana ngathi singa mawele ka lootlover ngoba mahle kahle nditsho nobuhle uyazazikuba zihle zilele ,zihle zivuka ;ndisho noba umake up ngamanzi amacici ukuqonda