...

9 views

ndiyoyika ukuzisa umlungu ekasi
watsho lomfana ngathi phuma endolophini kanti nguno lokishi kanokutsho jenge celebrity yakhona 'yini ufuna ukucwetsa, uku speed like spetza wase spizz nale pizza uyayi puzzle jenge zamiso lika zamokuhle azama zama umzamo kamzekezeke' yini na ukuba woyike apha uphuma khona ,ingaba usirhuwa womlingu uyoyika na yena apha velakhona jenge velaphi mjongeni shukushuku ngathi utya igwinya alishushu haye limbagela ubushush' behard drive hayi farm ' utsho lomfo yingoba abantu abayithandi into entle ndinga bulawa ,kuthiwe ndingu chash'ixoki alithengisa ikasi lethu kumaphepha ndaba like newspaper on the street ' zisa umlungu azobona izinja zegama ukuba ziya hustle ziyazi basa zizich'sele ziyarhubuluza ,siyazama jengo zama awenze best kwi idol's u sapho nekasi sithi nelizwe liphela' into yeyokuba ungazikhuphi zonke intonga ,amaswazi asegqubeni wabantu abantsundu nabapofu' leyo yifihlelo yobomi 'nditsho ukuba siyazazi inhlungu nemigigaba yethu sicela ukuba siyitshaye leqawe igquma kuba asisiqhazolo siyimilisile intyebo yethu sicela ukuba sisive sivelisa iveliso yethu ndish'onosavela bande baqele ukuqekeza isonka sethu sinde sibene jam ne pernutbutter sithobe nge juice kanokutsho itsho kuladawo ngathi yi champagne ka bonang da queen muhle futhi unemali aninzi ngathi angalithenga alikasi lethu afuna jengo lofuno hayi umfuno ngoba unefundo anefuthi ngathi ngubengo wase town too Khayelitsha Greein point ' musa ukuphela bafo ngoba asililo iphepha lodwa aliphelisa imiphemfulo yethu nokuba nebongo neqhayiya ngevelaphi yakho iyayiphilisa imibilini yethu sicela ukuba ubuhle sibuchosholo sibuconca nagthi yi Coca-Cola atsho kamnandi kanjani